PDF Print E-mail

UBHAPTIZO OLUNYE

KwabaseEfese 4:4-6
By Gerald W Sutton

Intshayelelo:
1. OlwamaSirayeli. 1Korinte 10:1-2
2. OlukaYohane. Mateyu 3:7-8
3. Olwembandezelo uLuka 12:50
4. OloMoya oyiNgcwele uMateyu 3:11
5. Olomlilo uMateyu 3:11

Ubhaptizo olunye:

OLUGUNYAZISWE NGUKRISTU.
1. Yiyani kulolonke ihlabathi uMarko 16:15
2. Hambani niye kuzenza abafundi zonke intlanga uMateyu 28:19-20

LWENZIWA NGABANTU
1. NgabaPostile uMateyu 28:19-20
2. UFilipu iZenzo 8:38

LWENZELWA PHAKAKATHI EMANZINI.
1. Ithenwa iZenzo 8:36-39
2. UKoneli nabendlu yakhe iZenzo 10:47-48

LIKUKUNGCWATYWA EMANZINI.
1. Ukungcwatywa ngobhaptizo amaRoma 6:3-4
2. Ukungcwatywa elubhaptizweni kwabaseKolose 2:12

LOLWAMAYUDA KWANABENTLANGA.
1. AmaYuda iZenzo 2:38-39
2. Abantlanga - uKoneli nabendlu yakhe iZenzo 10:47-48

LULOLWAMADODA KWANABAFAZI.(Hayi abantwana)
1. IZenzo 8:12
2. Abantwana abanazono uYohane wokuqala 3:4

LOLWABAKHOLWA BEVUMANGOKUNYANISEKILEYO.
1. Kufunele baguquke uLuka 13:3
2. Kufanele bakholwe uMarko 16:16

LWENZELWA UKUZE KUXOLELWE IZONO.
1. AmaYuda ngePentekoste iZenzo 2:38
2. USawule waseTaso iZenzo 22:16

LWENZELWA UKUZE SISINDISWE
1. Ukukholwa + ukubhaptizwa = ukusindiswa uMarko 16:16
2. Ubhaptizo luyasindisa uPetros wokuqala 3:21

LUSIFAKA KUKRISTU.
1. Sibhaptizelwa kuKristu amaRoma 5:3-4
2. Sithi simombathe uKristu elubhaptizewni amaGalati 3:27
3. Usindiso lukuKristu uTimoti wesibini 2:20

LUTHI LWENZE KUBEKHO UVUYO.
1. Umngcini mamabanjwa waseFiliphi iZenzo 16:34
2. Umthenwa waseTiyopiya iZenzo 8:39







Add this page to your favorite Social Bookmarking websites
Reddit! Del.icio.us! Mixx! Free and Open Source Software News Google! Live! Facebook! StumbleUpon! TwitThis Joomla Free PHP
 

Daily Bible Verse:



The Holy Bible, English Standard Version copyright © 2001 by Crossway Bibles