|
IMIZEKELO YOSINDISO
Ngokubhalwa ngu. Gerald W. Sutton
UMNGENO: Zintathu indidi zisindiso Olokwasenyameni. (uNowa) Olwezono ezidlulileyo. Marko 16:16 Olwaphakade. uYohane wokuqala 2:25; uMarko 10:30
USINDISO LUKANOWA (ngokwasenyameni) UNowa wayefuna ukwenza okulungileyo. (iGen 6:9) Abantu ababemphahlile uNowa babonakele (iGen 6:11-13) UNowa wam'amela, wakholwa waza ngokunjalo wamthobela uThixo. (iGen 6:14-18, 22) Usapho lukaNowa lwasindiswa kunogumbe. (iGen 7:1,11,23; uPetros wokuqala 3:20-21)
AMAYUDA NGE-PENTEKOSTE Aqonda ukuba angababulali. (iZenzo 2:22-23) Ayefuna uxolelo. (iZenzo 2:37) Guquka ubhaptizwe. (iZenzo 2:38) Aba 3,000 bamthobela ngalomini. (iZenzo 2:41,47) Basindiswa uMarko 16:16)
ITHENWA Lalikholwa kodwa lingaqondisisi kakuhle. (iZenzo 8:26-31) Lalinako ukufundiseka.(iZenzo 8:35) Lafuna ukubhaptizwa. (iZenzo 8:36-38) Lahamba indlela yalo livuya. (iZenzo 8:39; uYohane 13:17)
USIMONI UMNYANGI Wayethatyathwa ngokuthi unguthile ohloniphekileyo. (iZenzo 8:9-10) Wayeqhathe abantu ixesha elide. (iZenzo 8:11) USimon wayikholelwa intshumayelo kaFilipu. (iZenzo 8:13) USimon wabhaptizwa. (iZenzo 8:13) USimon wasindiswa. (uMarko 16:16)
USAWULE WASETASO Wayekholwa kwaye ethembekile. (iZenzo 22:3; 26:4-5; 23:1) Wayetshutshisa abantu bakaThixo. (iZenzo 26:9-11) USawule wayefuna ukwenza okulungileyo.(iZenzo 9:6) UThixo wathumela uHananiya kuSawule. (iZenzo 9:10-12) USawule wabhaptizwa. (iZenzo 9:17-18; 22:16) USawule wasindiswa. (Marko 16:16)
UKONELI Ukoneli wabona ingelosi embonweni. (iZenzo 10:1-4) Wamyimamela waza wayithobela ingelosi leyo. (iZenzo 10:5-8) Wamamela imfundiso kaPetros. (iZenzo 10:33-35) Wayalelwa ukuba abhaptizwe. (iZenzo 10:47-48;Marko 16:16)
ULIDIYA ULidiya wayekholwa. (iZenzo 16:14) Wamemala uPawulos noSilas Wakholelwa intshumayelo yabo ULindiya nendlu yakhe yonke babhaptizwa. (iZenzo 16:15; Marko 16:16)
UMGCINI WAMABANJWA Akazange abengolunge ncakasane kuPawulos noSilas. (iZenzo 16:22-24) Wayesazi ukuba kakhona into engaqhelekanga eyenzekayo. (iZenzo 16:26-29) Wayesazi ukuba ungolahliweyo. (iZenzo 16:30) Wakholwa. (iZenzo 16:31) Kungengongakholo lodwa. (uYakobi 2:17; 24; 26; Galati 5:6) Kufanele ufundiswe. (iZenzo 16:32-33; Marko 16:16)
ELOKUGQIBA: Ukholo. (amaHebhere 11:6) Inguquko. (uLuka 13:3) Ukuvuma. AmaRoma (10:10) Ubhaptizo. (Marko 16:16)
|