“Bahlekazi, ndingenza ntoni ukuze ndisinde?”   (Umsebenzi Wabathunywa 16:30)
Ukuva ilizwi: Roma 10:17 "Ngoko  ke ukholo luvuswa ngokkuvakliswa kodaba: ke lona udaba luvakalisa uKrestu"
Ukukholwa elizwini: Heb 11:6 Lungekho ke ukholo akukho ukumkholisa uThixo. Kaloku wonke ubani ozayo kune kufuneka akholwe ukuba ukho uThixo, yaye uyabavuza abo bamlangazelelayo"
Ukuguquka esonweni: Uluka 13:5  "Nakanye! Inene, nani ukaba antithanga niguquke notshabalala kwangokunjalo nonke"
  Zenzo 17:30 "Uthixo wayewayeke ngabom loo maxesha apho abantu babengazi. Kungokunje uyaleka abantu bonke, ezindawendi zonke, ukuba banuquke ezindleleni zabo ezimbi"
Ukuvuma ukholo kuKrestu Mateyu 10:32 "Nina ke, kwaneenwele ezi zentoko yenu zibaliwe zonke"
  Zenzo 8:36 "Ekuhambeni kwabo bada bafika ndaweni ithile inamanzi, laza lathi ithenwa: "Nanga amanzi kungani ukaba ndingábhaptizwa?"
Ukubaptizaw:  Zenzo 2:38 "Wathi uPetros kubo: "Guqukani ezonweni zenu nonke ngabanye, nibhaptizwe egameni lika Yesu Krestu, ukenze nixolelwe izon zenu, nize namkele isipho soMoya oyiNgcwele"
  Zenzo 22:16 "Ngoku ke usalindele ntoni? Vuka, ubhaptizwe zixolewe izono zakho ngokubiza igama lakhe"